Musani ukusebenzela ukudla okutshabalalayo; sebenzelani ukudla okuhlala kuse ebomini obungunaphakade, aya kunipha kona uNyana woMntu; kuba uYise uThixo utywine waqinisela yena lowo. UYohane 6:27

Ngoko ke, bazalwana bam abaziintanda, qinani, ningabi nakushukuma; nihlale niphuphuma umsebenzi weNkosi, nisazi nje ukuba ukubulaleka kwenu akulambathi eNkosini. 1 KwabaseKorinte 15:58


INkosi ifuna abaguquleli kolu lwimi.

 

Nxibelelana nathi ukuba ufuna ukuzenza luncedo kuYesu Krestu kwaye wenze lo msebenzi.

Khumbula oku: "… Ukuvuna okunene kuninzi, kodwa bona abasebenzi bambalwa." UMateyu 9:37

 

Ukuba uneetalente ezifanelekileyo ukwenza lo msebenzi, kwaye ukhethe ukungawenzi, yazi ukuba ukhethe ukuba ngumkhonzi ongendawo, njengoko uYesu esitsho kumzekeliso weetalente kuMateyu 25. Funda apha ngezantsi ukuba isiphelo siza kuba yintoni mkhonzindini ukhohlakeleyo:

 

"24Weza ke nalowo wamkela italente yanye, wathi, Nkosi, bendikwazi wena ukuba ungumntu olukhuni, uvuna apho ubungahlwayelanga khona, ubuthe apho ungelelanga khona; 25ndasuka ndoyika, ndaya ndayiselela italente yakho ngomhlaba; nanku unako okwakho. 26Yaphendula ke inkosi yakhe yathi kuye, Mkhonzindini ukhohlakeleyo, ulivila, ubusazi nje ukuba ndivuna apho ndingahlwayelanga khona, ndibuthe apho ndingelelanga khona, 27ubumelwe kukuthi ngoko ube ubuyibeke imali yam kubananisi, ndaza ndakufika mna, ndabuya ndakuzuza okwam kunenzala. 28Mhlutheni ngoko italente leyo, niyinike lowo uneetalente ezilishumi. 29Kuba wonke umntu onako Uya kunikwa, abe nako ngokugqithiseleyo; ke ongenako, uya kuhluthwa kwanoko anako. 30Naye umkhonzi ongancedi lutho, mkhupheleni ebumnyameni obungaphandle; khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo." UMateyu 25:24-30


Ngamana iNkosi ingakunika inzondelelo yokuphumeza umsebenzi wayo!




The Lord needs translators for this language.

Contact us if you want to make yourself useful to Jesus Christ and do this work.

Do not forget that: "... The harvest is plentiful but the workers are few." Matthew 9: 37


If you have the necessary talents to do this work, and you choose not to do it, know that you have chosen the wicked servant status that Jesus describes in the parable of the talents in Matthew 25. Read below what awaits the wicked servants:


24"Then the man who had received the one talent came. "Master," he said, "I knew that you are a hard man, harvesting where you have not sown and gathering where you have not scattered seed. 25So I was afraid and went out and hid your talent in the ground. See, here is what belongs to you." 26His master replied, "You wicked, lazy servant! So you knew that I harvest where I have not sown and gather where I have not scattered seed? 27Well then, you should have put my money on deposit with the bankers, so that when I returned I would have received it back with interest. 28Take the talent from him and give it to the one who has the ten talents. 29For everyone who has will be given more, and he will have an abundance. Whoever does not have, even what he has will be taken from him. 30And throw that worthless servant outside, into the darkness, where there will be weeping and gnashing of teeth."


May the Lord create in you zeal for His work!




Le Seigneur a besoin des traducteurs pour cette langue.

Contactez-nous si vous voulez vous rendre utile à Jésus-Christ et faire ce travail.

N'oubliez pas que: "... La moisson est grande, mais il y a peu d'ouvriers." Matthieu 9:37


Si vous avez des talents nécessaires pour faire ce travail, et vous choisissez de ne pas le faire, sachez que vous avez choisi le statut de serviteur méchant que Jésus décrit dans la parabole des talents dans Matthieu 25. Lisez ci-dessous ce qui attend les serviteurs méchants:


"24Celui qui n'avait reçu qu'un talent s'approcha ensuite, et il dit: Seigneur, je savais que tu es un homme dur, qui moissonnes où tu n'as pas semé, et qui amasses où tu n'as pas vanné; 25j'ai eu peur, et je suis allé cacher ton talent dans la terre; voici, prends ce qui est à toi. 26Son maître lui répondit: Serviteur méchant et paresseux, tu savais que je moissonne où je n'ai pas semé, et que j'amasse où je n'ai pas vanné; 27il te fallait donc remettre mon argent aux banquiers, et, à mon retour, j'aurais retiré ce qui est à moi avec un intérêt. 28Otez-lui donc le talent, et donnez-le à celui qui a les dix talents. 29Car on donnera à celui qui a, et il sera dans l'abondance, mais à celui qui n'a pas on ôtera même ce qu'il a. 30Et le serviteur inutile, jetez-le dans les ténèbres du dehors, où il y aura des pleurs et des grincements de dents." Matthieu 25:24-30


Que le Seigneur crée en vous le zèle pour Son travail!




Nxibelelana: mail@mcreveil.org

             



Yabona, ndiyeza kamsinya; umvuzo wam unam, ukuba ndivuze elowo njengoko umsebenzi wakhe uya kuba njalo. IsiTyhilelo 22:12
Kuba akanantswela-bulungisa uThixo, ukude awulibale umsebenzi wenu, nomzamo wothando enalubonakalalisa kulo igama lakhe, nabalungiselelayo nje abangcwele, nisamana nibalungiselela. KumaHebhere 6:10